Ndiyakholwa (I Believe — The Apostles Creed) Lyrics Sung by Kholeka


(Sung in Xhosa – A Hymn)
Ndiyakholwa kuThixo uYise (I believe in God the Father)
Onamandla onke (The Almighty)
Umdali wezulu nomhlaba (Creator of heaven and earth)
NakuYesu Kristu (And in Jesus Christ)
uNyana wakhe emnye (His only Son)
inKosi yethu (Our Lord)

Owakhawula ngoMoya, oyiNgcwele
(He was conceived by the Power of Holy Spirit)
Wazalwa yintombi uMariya (He was born to Virgin Mary)
Weva ubunzima phantsi koPontyusi Pilati (He suffered under Pontius Pilate)
Wabethelelwa emnqamlezweni (He was crucified)
Wafa wangcwatywa (He died and was buried)
Wehlela ehadesi (He descended to the dead)
ad:s
Uthe ngomhla wesithathu wabuya wavuka ekufeni
(On the third day he rose again)
Wenyuka waya ezulwini (He ascended to heaven)
Apho ahleli khona ngasekunene koThixo
(Where He is seated at the right hand of God)
uYise onamandla onke (The Almighty Father)
Woda avele khona aze kugweba (He will re-appear to judge)
Abahleliyo nabafileyo (Both The living and the dead)

Ndiya kholwa kuMoya oyiNgcwele (I believe in the Holy Spirit)
Nayi rhamente engcwele ekulo lonke ilizwe
(Here is the holy parish in the whole land)
Nabubudlelwane babangcwele (And the fellowship of the saints)
Nakukuxolelwa kwe ezono (The forgiveness of sins)
Nakukuvuka komzimba ekufeni (The resurrection of the body after death)
Nabubomi obungunaphakade, Amen (And the everlasting life, Amen)

Nakukuvuka komzimba ekufeni (The resurrection of the body after death)
Nabubomi obungunaphakade, Amen (And the everlasting life, Amen)

0/Post a Comment/Comments

Previous Post Next Post

Biography

Yoruba Movies